Hezekile 43:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Umoya wandifunqula wandisa kwiyadi engaphakathi, ndaza ndabona ukuba itempile iye yagcwala bubuqaqawuli bukaYehova.+
5 Umoya wandifunqula wandisa kwiyadi engaphakathi, ndaza ndabona ukuba itempile iye yagcwala bubuqaqawuli bukaYehova.+