-
Daniyeli 6:7IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
7 Onke amagosa asebukhosini, amasekela-baphathiswa, abaphathiswa bamaphondo, amagosa aphakamileyo asebukhosini nabalawuli, acebe ukuba kuwiswe umthetho wasebukhosini onyanzelisa ukuba kwiintsuku eziyi-30, wonke umntu othandaza komnye uthixo okanye komnye umntu ngaphandle kwakho, ufanele aphoswe emngxunyeni weengonyama.+
-