Mika 7:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Ingqumbo kaYehova ndiza kuyithwala,Kuba ndimonile,+De achophele ityala lam aze andigwebe ngobulungisa. Uza kundizisa ekukhanyeni;Ndiza kububona ubulungisa bakhe.
9 Ingqumbo kaYehova ndiza kuyithwala,Kuba ndimonile,+De achophele ityala lam aze andigwebe ngobulungisa. Uza kundizisa ekukhanyeni;Ndiza kububona ubulungisa bakhe.