Mika 7:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Uza kusenzela inceba kwakhona;+ uza kuzoyisa* iziphoso zethu. Wena uza kuziphosa enzulwini yolwandle zonke izono zabo.+ Mika ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 7:19 Sondela KuYehova, iphe. 264 IMboniselo,8/15/2003, iphe. 24 7/1/2003, iphe. 18
19 Uza kusenzela inceba kwakhona;+ uza kuzoyisa* iziphoso zethu. Wena uza kuziphosa enzulwini yolwandle zonke izono zabo.+