Nahum 1:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 UYehova akakhawulezi ukucaphuka+ yaye unamandla kakhulu,+Kodwa uYehova akazukuzibamba ekohlwayeni xa kufanelekile.+ Indlela yakhe isemoyeni otshabalalisayo nakwisiphango,Yaye amafu aluthuli lweenyawo zakhe.+ Nahum ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 1:3 Sondela KuYehova, iphe. 45-46 IMboniselo,11/1/2001, iphe. 8
3 UYehova akakhawulezi ukucaphuka+ yaye unamandla kakhulu,+Kodwa uYehova akazukuzibamba ekohlwayeni xa kufanelekile.+ Indlela yakhe isemoyeni otshabalalisayo nakwisiphango,Yaye amafu aluthuli lweenyawo zakhe.+