Habhakuki 2:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Ngokwenene, ngenxa yokuba iwayini iyaqhatha,Indoda enekratshi ayizukuphumelela, Inomdla wokubimbiliza* yonke into njengengcwaba,*Ifana nokufa ibe ayaneli. Iqhubeka iqokelela zonke iintlangaIziqokelelela zonke izizwana.+ Habhakuki ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 2:5 IMboniselo,11/15/2007, iphe. 10 2/1/2000, iphe. 15-16
5 Ngokwenene, ngenxa yokuba iwayini iyaqhatha,Indoda enekratshi ayizukuphumelela, Inomdla wokubimbiliza* yonke into njengengcwaba,*Ifana nokufa ibe ayaneli. Iqhubeka iqokelela zonke iintlangaIziqokelelela zonke izizwana.+