-
Zekariya 12:4IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
4 Ngaloo mini,” utsho uYehova, “ndiza kuwenza aphakuzele onke amahashe, baphambane nabakhweli bawo. Amehlo am ndiza kuwatsolisa kwindlu kaYuda, kodwa onke amahashe ezizwana ndiza kuwabetha ngobumfama.
-