4 “Nangona uEdom esithi, ‘Sityunyuziwe, kodwa siza kubuya, siphinde sizakhe iindawo ezingamabhodlo,’ uthi uYehova wemikhosi, ‘Baza kwakha, kodwa mna ndiza kudiliza, ibe baza kubizwa ngokuba “ngummandla wobubi” nangokuba “ngabantu uYehova abaqalekise ngonaphakade.”+