Malaki 3:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Ngelo xesha abo bamoyikayo uYehova bathetha, ngamnye ethetha nomhlobo wakhe, yaye uYehova wamamelisisa. Kwabhalwa nencwadi yokukhumbuza phambi kwakhe+ ngenxa yabo bamoyikayo uYehova nangenxa yabo bacingisisa* ngegama lakhe.+ Malaki ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 3:16 IMboniselo,12/1/2012, iphe. 11 12/15/2007, iphe. 29 5/1/2002, iphe. 22 Imini KaYehova, iphe. 184-186
16 Ngelo xesha abo bamoyikayo uYehova bathetha, ngamnye ethetha nomhlobo wakhe, yaye uYehova wamamelisisa. Kwabhalwa nencwadi yokukhumbuza phambi kwakhe+ ngenxa yabo bamoyikayo uYehova nangenxa yabo bacingisisa* ngegama lakhe.+
3:16 IMboniselo,12/1/2012, iphe. 11 12/15/2007, iphe. 29 5/1/2002, iphe. 22 Imini KaYehova, iphe. 184-186