Mateyu 5:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Vuyani kakhulu,+ kuba ninomvuzo+ omkhulu emazulwini; kaloku babatshutshisa ngaloo ndlela nabaprofeti ababengaphambi kwenu.+ Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 5:12 IMboniselo,11/1/2004, iphe. 15-18 Umntu Obalaseleyo, isahl. 35
12 Vuyani kakhulu,+ kuba ninomvuzo+ omkhulu emazulwini; kaloku babatshutshisa ngaloo ndlela nabaprofeti ababengaphambi kwenu.+