Mateyu 7:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 “Qhubekani nicela, niza kuphiwa;+ qhubekani nifuna, niza kufumana; qhubekani ninkqonkqoza, niza kuvulelwa;+ Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 7:7 IMboniselo,2/15/2009, iphe. 18
7 “Qhubekani nicela, niza kuphiwa;+ qhubekani nifuna, niza kufumana; qhubekani ninkqonkqoza, niza kuvulelwa;+