Mateyu 12:45 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 45 Emva koko iyahamba iyokulanda iidemon ezisixhenxe ezinobubi kakhulu kunayo, zingene kuloo mntu, zihlale apho. Imeko yaloo mntu iba mbi kakhulu kunakuqala.+ Kuza kuba njalo ke nangesi sizukulwana singalunganga.” Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 12:45 Umntu Obalaseleyo, isahl. 42
45 Emva koko iyahamba iyokulanda iidemon ezisixhenxe ezinobubi kakhulu kunayo, zingene kuloo mntu, zihlale apho. Imeko yaloo mntu iba mbi kakhulu kunakuqala.+ Kuza kuba njalo ke nangesi sizukulwana singalunganga.”