Mateyu 13:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Yiloo nto ndisenza imizekelo xa ndibafundisa; kuba bajongile kodwa ababoni, bamamele kodwa abeva, bengayiqondi neyona nto ndiyithethayo.+ Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 13:13 Umntu Obalaseleyo, isahl. 43
13 Yiloo nto ndisenza imizekelo xa ndibafundisa; kuba bajongile kodwa ababoni, bamamele kodwa abeva, bengayiqondi neyona nto ndiyithethayo.+