Mateyu 13:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Kuba ndiyaniqinisekisa ukuba, baninzi abaprofeti nabantu abangamalungisa ababengathanda ukubona izinto enizibonayo,+ kodwa abazibona, nokuva izinto enizivayo, kodwa abaziva.
17 Kuba ndiyaniqinisekisa ukuba, baninzi abaprofeti nabantu abangamalungisa ababengathanda ukubona izinto enizibonayo,+ kodwa abazibona, nokuva izinto enizivayo, kodwa abaziva.