Mateyu 13:54 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 54 Emva kokuba efike kummandla wakowabo,+ waya kufundisa abantu kwindlu abakhonzela kuyo.* Bamangaliswa kangangokuba bathi: “Le ndoda ibufumene phi obu bulumko bungaka namandla okwenza imimangaliso emikhulu kangaka?+ Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 13:54 Sondela KuYehova, iphe. 209 ‘Umlandeli Wam’, iphe. 48-49 Umntu Obalaseleyo, isahl. 48
54 Emva kokuba efike kummandla wakowabo,+ waya kufundisa abantu kwindlu abakhonzela kuyo.* Bamangaliswa kangangokuba bathi: “Le ndoda ibufumene phi obu bulumko bungaka namandla okwenza imimangaliso emikhulu kangaka?+