Mateyu 17:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 UYesu wathi: “Owu sizukulwanandini singenalukholo nesijijekileyo,+ kufuneka ndihlale nani de kube nini? Koda kube nini ndininyamezele? Mziseni apha.” Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 17:17 Umntu Obalaseleyo, isahl. 61
17 UYesu wathi: “Owu sizukulwanandini singenalukholo nesijijekileyo,+ kufuneka ndihlale nani de kube nini? Koda kube nini ndininyamezele? Mziseni apha.”