Mateyu 18:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Kodwa nabani na owenza omnye waba bancinci aphelelwe lukholo, ngekubhetele ukuba ebebotshelelwe ilitye elikhulu lokuguba* entanyeni waza watshoniswa enzulwini yolwandle.+ Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 18:6 Umntu Obalaseleyo, isahl. 63
6 Kodwa nabani na owenza omnye waba bancinci aphelelwe lukholo, ngekubhetele ukuba ebebotshelelwe ilitye elikhulu lokuguba* entanyeni waza watshoniswa enzulwini yolwandle.+