Mateyu 26:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Yinyani yona into yokuba uNyana womntu uza kufa, njengokuba kubhaliwe, kodwa uza kuthi shu+ loo mntu ujikela uNyana womntu!+ Ngekungcono ukuba wayengazange azalwe.”+
24 Yinyani yona into yokuba uNyana womntu uza kufa, njengokuba kubhaliwe, kodwa uza kuthi shu+ loo mntu ujikela uNyana womntu!+ Ngekungcono ukuba wayengazange azalwe.”+