Mateyu 26:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Emva koko uYesu wathi kubo: “Kobu busuku banamhlanje, nonke niza kundishiya, kuba kubhaliwe kwathiwa: ‘Ndiza kuhlasela umalusi, uze uthi saa umhlambi weegusha.’+ Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 26:31 IMboniselo,8/15/2011, iphe. 13 “Sonke ISibhalo”, iphe. 169
31 Emva koko uYesu wathi kubo: “Kobu busuku banamhlanje, nonke niza kundishiya, kuba kubhaliwe kwathiwa: ‘Ndiza kuhlasela umalusi, uze uthi saa umhlambi weegusha.’+