Mateyu 26:38 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 38 Wathi kubo: “Ndikhathazeke kakhulu, intliziyo yam ibuhlungu ngeyona ndlela. Hlalani apha, nihlale nithe qwa kunye nam.”+ Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 26:38 IMboniselo,11/15/2000, iphe. 22-23 Umntu Obalaseleyo, isahl. 117
38 Wathi kubo: “Ndikhathazeke kakhulu, intliziyo yam ibuhlungu ngeyona ndlela. Hlalani apha, nihlale nithe qwa kunye nam.”+