Mateyu 26:52 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 52 UYesu wathi kuye: “Buyisela ikrele lakho endaweni yalo,+ kuba bonke abalwa ngekrele baza kufa kwangalo.+ Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 26:52 IMboniselo,3/15/2005, iphe. 6-7 1/1/2005, iphe. 11
52 UYesu wathi kuye: “Buyisela ikrele lakho endaweni yalo,+ kuba bonke abalwa ngekrele baza kufa kwangalo.+