Mateyu 27:46 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 46 Malunga nentsimbi yesithathu emva kwemini, uYesu wakhwaza kakhulu, esithi: “Eli, Eli, lama sabhaktani?” oko kukuthi, “Thixo wam, Thixo wam, undishiyele ntoni na?”+ Mateyu ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 27:46 IMboniselo,2/15/2008, iphe. 30 Umntu Obalaseleyo, isahl. 126
46 Malunga nentsimbi yesithathu emva kwemini, uYesu wakhwaza kakhulu, esithi: “Eli, Eli, lama sabhaktani?” oko kukuthi, “Thixo wam, Thixo wam, undishiyele ntoni na?”+