45 Kodwa emva kokuba lo mntu emkile, wathetha ngale nto, wayisasaza kuyo yonke indawo, kangangokuba uYesu akazange akwazi ukuphinda angene esixekweni, waza wazihlalela yedwa ngaphandle kwesixeko. Kodwa abantu baqhubeka besiza kuye bevela macala onke.+