-
Marko 2:16IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
16 Kodwa xa ababhali abangabaFarisi babona ukuba utya naboni kunye nabaqokeleli berhafu, bathi kubafundi bakhe: “Kutheni esitya nabaqokeleli berhafu naboni?”
-