Marko 5:30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 Ngoko nangoko uYesu waqonda ukuba kukho amandla+ aphumileyo kuye, wajonga ngasemva waza wathi kwabo bantu: “Ngubani obambe impahla yam yokwaleka?”+ Marko ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 5:30 Umntu Obalaseleyo, isahl. 46
30 Ngoko nangoko uYesu waqonda ukuba kukho amandla+ aphumileyo kuye, wajonga ngasemva waza wathi kwabo bantu: “Ngubani obambe impahla yam yokwaleka?”+