Marko 6:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Kodwa uYesu wathi kubo: “Umprofeti uphathwa ngembeko kuyo yonke indawo, ngaphandle kwakummandla wakowabo, kubantu bakowabo nakwikhaya lakhe.”+ Marko ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 6:4 Umntu Obalaseleyo, isahl. 48
4 Kodwa uYesu wathi kubo: “Umprofeti uphathwa ngembeko kuyo yonke indawo, ngaphandle kwakummandla wakowabo, kubantu bakowabo nakwikhaya lakhe.”+