Marko 6:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Kaloku uHerode wayemoyika uYohane, esithi uyindoda elilungisa nengcwele,+ ngoko wamkhusela. Wayethanda ukummamela, kodwa qho emmamela wayexakwa ukuba makathini.
20 Kaloku uHerode wayemoyika uYohane, esithi uyindoda elilungisa nengcwele,+ ngoko wamkhusela. Wayethanda ukummamela, kodwa qho emmamela wayexakwa ukuba makathini.