-
Marko 6:33IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
33 Kodwa babonwa behamba, yaza loo nto yaziwa ngabantu abaninzi. Abantu babaleka besuka kuzo zonke izixeko, bafika apho ngaphambi kwabo.
-