Marko 8:34 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 34 UYesu wabiza abantu kunye nabafundi bakhe, wathi kubo: “Nabani na ofuna ukundilandela, makazincame, athwale isibonda sakhe sokungcungcutheka* aze aqhubeke endilandela.+ Marko ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 8:34 IMboniselo,2/15/2008, iphe. 29-30 9/15/2000, iphe. 22-23 Ubulungiseleli BoBukumkani,5/2006, iphe. 1 Umntu Obalaseleyo, isahl. 59
34 UYesu wabiza abantu kunye nabafundi bakhe, wathi kubo: “Nabani na ofuna ukundilandela, makazincame, athwale isibonda sakhe sokungcungcutheka* aze aqhubeke endilandela.+
8:34 IMboniselo,2/15/2008, iphe. 29-30 9/15/2000, iphe. 22-23 Ubulungiseleli BoBukumkani,5/2006, iphe. 1 Umntu Obalaseleyo, isahl. 59