Marko 8:35 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 35 Kuba nabani na ofuna ukusindisa ubomi bakhe uza kulahlekelwa bubo, kodwa nabani na olahlekelwa bubomi bakhe ngenxa yam nangenxa yeendaba ezilungileyo zikaThixo, uza kubusindisa.+
35 Kuba nabani na ofuna ukusindisa ubomi bakhe uza kulahlekelwa bubo, kodwa nabani na olahlekelwa bubomi bakhe ngenxa yam nangenxa yeendaba ezilungileyo zikaThixo, uza kubusindisa.+