-
Marko 9:26IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
26 Le demon yamxhuzulisa kaninzi lo mntwana, yakhala kakhulu, yaphuma, waza umntwana waba ngathi ufile, kangangokuba abantu abaninzi babesithi: “Ufile!”
-