Marko 9:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Wayefundisa abafundi bakhe, esithi kubo: “UNyana womntu uza kujikelwa aze anikelwe ebantwini, ibe baza kumbulala,+ kodwa uza kuvuka emva kweentsuku ezintathu.”+
31 Wayefundisa abafundi bakhe, esithi kubo: “UNyana womntu uza kujikelwa aze anikelwe ebantwini, ibe baza kumbulala,+ kodwa uza kuvuka emva kweentsuku ezintathu.”+