Marko 11:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Ndiyaniqinisekisa ukuba, nabani na othi kule ntaba, ‘Suka apha, uhambe uyokutshona elwandle,’ aze angathandabuzi entliziyweni yakhe, kodwa ayikholelwe into yokuba iza kwenzeka loo nto, iza kwenzeka ke.+ Marko ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 11:23 Umntu Obalaseleyo, isahl. 105
23 Ndiyaniqinisekisa ukuba, nabani na othi kule ntaba, ‘Suka apha, uhambe uyokutshona elwandle,’ aze angathandabuzi entliziyweni yakhe, kodwa ayikholelwe into yokuba iza kwenzeka loo nto, iza kwenzeka ke.+