Marko 12:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 UYesu wathetha nabo esebenzisa imizekelo, esithi: “Kwakukho umntu owatyala imithi yeediliya,+ wayibiyela, wemba isixovulelo sewayini, wakha nenqaba.+ Emva koko, waqeshisa ngaloo ntsimi kubalimi, waza waya kwelinye ilizwe.+ Marko ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 12:1 Umntu Obalaseleyo, isahl. 106
12 UYesu wathetha nabo esebenzisa imizekelo, esithi: “Kwakukho umntu owatyala imithi yeediliya,+ wayibiyela, wemba isixovulelo sewayini, wakha nenqaba.+ Emva koko, waqeshisa ngaloo ntsimi kubalimi, waza waya kwelinye ilizwe.+