Marko 12:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Bakufika bathi kuye: “Mfundisi, siyazi ukuba uthetha inyani, ibe awuzicengezeli mntwini kuba awukhethi buso, kodwa ufundisa inyani ngoThixo. Kusemthethweni* na ukubhatala irhafu* kuKesare? Marko ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 12:14 Umntu Obalaseleyo, isahl. 108
14 Bakufika bathi kuye: “Mfundisi, siyazi ukuba uthetha inyani, ibe awuzicengezeli mntwini kuba awukhethi buso, kodwa ufundisa inyani ngoThixo. Kusemthethweni* na ukubhatala irhafu* kuKesare?