Marko 13:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 “Kodwa ke, xa nibona into eyenyanyekayo netshabalalisayo+ imi apho ingafanele ime khona (ofundayo makasebenzise ingqondo), abantu bakwaYuda mababalekele ezintabeni.+ Marko ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 13:14 Umntu Obalaseleyo, isahl. 111
14 “Kodwa ke, xa nibona into eyenyanyekayo netshabalalisayo+ imi apho ingafanele ime khona (ofundayo makasebenzise ingqondo), abantu bakwaYuda mababalekele ezintabeni.+