Marko 15:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Nababingeleli abaziintloko, kunye nababhali babehlekisa ngaye, besithi: “Wabasindisa abanye, kodwa yena akakwazi kuzisindisa!+
31 Nababingeleli abaziintloko, kunye nababhali babehlekisa ngaye, besithi: “Wabasindisa abanye, kodwa yena akakwazi kuzisindisa!+