Luka 2:34 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 34 USimeyon wabasikelela, waza wathi kuMariya, umama womntwana: “Jonga! Ngenxa yalo mntwana abaninzi kwaSirayeli+ baza kuwa,+ abanye baphakame, abanye baza kuthetha kakubi ngaye+ 1. Okona Kukhanya Kokwenene Kwehlabathi Ibali Elingobulungiseleli BukaYesu—Iividiyo Nezibhalo USimeyon unethuba lokubona uKristu (gnj 1 45:04–48:50)
34 USimeyon wabasikelela, waza wathi kuMariya, umama womntwana: “Jonga! Ngenxa yalo mntwana abaninzi kwaSirayeli+ baza kuwa,+ abanye baphakame, abanye baza kuthetha kakubi ngaye+