Luka 3:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Namajoni athi kuye: “Senze ntoni?” Wathi kuwo: “Sanukuhlupha mntu,* okanye nimangalele abantu bengenzanga nto,+ kodwa yanelani zizinto eninazo.”*
14 Namajoni athi kuye: “Senze ntoni?” Wathi kuwo: “Sanukuhlupha mntu,* okanye nimangalele abantu bengenzanga nto,+ kodwa yanelani zizinto eninazo.”*