Luka 6:37 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 37 “Yekani ukugweba ukuze nani ningagwetywa;+ yekani ukugxeka ukuze nani ningagxekwa. Hlalani nixolela, nani niza kuxolelwa.+ Luka ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 6:37 Umntu Obalaseleyo, iphe. 162-164 IMboniselo,5/15/2008, iphe. 9
37 “Yekani ukugweba ukuze nani ningagwetywa;+ yekani ukugxeka ukuze nani ningagxekwa. Hlalani nixolela, nani niza kuxolelwa.+