Luka 7:30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 Kodwa bona abaFarisi nabo bawazi kakuhle uMthetho abazange bakuhoye ukuthanda kukaThixo,+ kuba abazange babhaptizwe nguYohane.)
30 Kodwa bona abaFarisi nabo bawazi kakuhle uMthetho abazange bakuhoye ukuthanda kukaThixo,+ kuba abazange babhaptizwe nguYohane.)