Luka 8:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 UYesu wathi: “Nina nincediwe nacacelwa ziimfihlo ezingcwele ezingoBukumkani bukaThixo, kodwa abanye abantu ndibafundisa ngemizekelo,+ ukuze nangona bejongile, bangaboni, ibe nangona besiva, bangacacelwa.+ Luka ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 8:10 Umntu Obalaseleyo, isahl. 43
10 UYesu wathi: “Nina nincediwe nacacelwa ziimfihlo ezingcwele ezingoBukumkani bukaThixo, kodwa abanye abantu ndibafundisa ngemizekelo,+ ukuze nangona bejongile, bangaboni, ibe nangona besiva, bangacacelwa.+