-
Luka 9:14IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
14 Kwakukho malunga namadoda ayi-5 000. Emva koko wathi kubafundi bakhe: “Bahlaliseni babe ngamaqela abantu abamalunga ne-50.”
-