Luka 9:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Emva koko, uYesu wathi kubafundi bakhe: “Nabani na ofuna ukundilandela, makazincame,+ athwale isibonda sakhe sokungcungcutheka* yonke imihla, aze aqhubeke endilandela.+ Luka ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 9:23 ‘Umlandeli Wam’, iphe. 7-8 IMboniselo,3/15/2000, iphe. 8 Umntu Obalaseleyo, isahl. 59
23 Emva koko, uYesu wathi kubafundi bakhe: “Nabani na ofuna ukundilandela, makazincame,+ athwale isibonda sakhe sokungcungcutheka* yonke imihla, aze aqhubeke endilandela.+