Luka 11:30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 Njengokuba into eyenzeka kuYona+ yaba sisilumkiso kubantu baseNineve, kuza kuba njalo nangoNyana womntu kwesi sizukulwana. Luka ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 11:30 Umntu Obalaseleyo, isahl. 75 “Sonke ISibhalo”, iphe. 153, 154-155
30 Njengokuba into eyenzeka kuYona+ yaba sisilumkiso kubantu baseNineve, kuza kuba njalo nangoNyana womntu kwesi sizukulwana.