Luka 11:32 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 32 Abantu baseNineve baza kuvuka xa kugwetywa baze basimangalele esi sizukulwana, kuba bona baguquka xa uYona wayeshumayela kubo.+ Kodwa, jongani! ngoku kufike umntu omkhulu kunoYona. Luka ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 11:32 “Sonke ISibhalo”, iphe. 155
32 Abantu baseNineve baza kuvuka xa kugwetywa baze basimangalele esi sizukulwana, kuba bona baguquka xa uYona wayeshumayela kubo.+ Kodwa, jongani! ngoku kufike umntu omkhulu kunoYona.