-
Luka 14:12IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
12 Emva koko uYesu wathi kulo mntu wayemmemile: “Xa umema abantu kwisidlo sasemini okanye kwesangokuhlwa, sukubiza abahlobo bakho okanye abantakwenu okanye izalamane zakho okanye abamelwane bakho abazizityebi. Kuba kusenokwenzeka nabo bakumeme.
-