Luka 14:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 “Nabani na oza kum, abe engamcaphukeli* utata wakhe, umama wakhe, umfazi wakhe, abantwana bakhe, umntakwabo, nodadewabo, kwanobomi bakhe,+ akanakuba ngumfundi wam.+ Luka ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 14:26 IMboniselo,3/15/2008, iphe. 32 Umntu Obalaseleyo, isahl. 84
26 “Nabani na oza kum, abe engamcaphukeli* utata wakhe, umama wakhe, umfazi wakhe, abantwana bakhe, umntakwabo, nodadewabo, kwanobomi bakhe,+ akanakuba ngumfundi wam.+