Luka 17:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ngekubhetele ukuba ebebotshelelwe ilitye elikhulu lokuguba entanyeni waza watshoniswa enzulwini yolwandle, kunokuba enze omnye waba bancinci aphelelwe lukholo.+
2 Ngekubhetele ukuba ebebotshelelwe ilitye elikhulu lokuguba entanyeni waza watshoniswa enzulwini yolwandle, kunokuba enze omnye waba bancinci aphelelwe lukholo.+