Luka 18:29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 Wathi kubo: “Ndiyaniqinisekisa ukuba, akukho mntu ushiye ikhaya lakhe, umfazi, abantakwabo, abazali okanye abantwana bakhe ngenxa yoBukumkani bukaThixo+ Luka ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 18:29 Umntu Obalaseleyo, isahl. 96
29 Wathi kubo: “Ndiyaniqinisekisa ukuba, akukho mntu ushiye ikhaya lakhe, umfazi, abantakwabo, abazali okanye abantwana bakhe ngenxa yoBukumkani bukaThixo+